Worship Songs - This Is My Desire (Swahili translation)

Swahili translation

Lo ngumnqweno wam

Lo ngumnqweno wam ukukukhonza
Nkosi ngentliziyo yam yonke
Ndiyakudumisa
Ngako konke endinako
Ndikunika udumo
Konke endikuthandayo
Kukuwe
 
IKHORASI:
Nkosi ndikunika intliziyo yam
ndikunika uqobo lwam
Ndiphilela wena wedwa
wonke umphefumlo wam
wonke amaxesha ndivukile
Nkosi mawube nendlela yakho kum
 
Submitted by neliswa on Fri, 23/07/2010 - 07:07
English

This Is My Desire

Comments
mutisyajr    Mon, 17/06/2013 - 12:14

This translation is not Swahili. I'm not sure about the language but it sounds more of Zulu to me. I'm however certain that it's not Swahili.

RennieBM    Mon, 25/11/2013 - 09:10

This definetly not Swahili...its Zulu..